Februwari 10-16
INDUMISO 147-150
Ingoma 12 Nomthandazo | Amazwi okuvula (umz. 1)
1. Sinezizathu Ezininzi Zokudumisa UYa
(imiz. 10)
Ukhathalele mntu ngamnye (INd 147:3, 4; w17.07 18 ¶5-6)
Uyavelana nathi ibe usebenzisa amandla akhe ukuze asincede (INd 147:5; w17.07 18 ¶7)
Usinike inyhweba yokuba phakathi kwabantu bakhe (INd 147:19, 20; w17.07 21 ¶18)
KHAWUZIBUZE, ‘Yeyiphi enye into ekwenza ufune ukumdumisa uYehova?’
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
-
INd 148:1, 10—“Iintaka” zimdumisa ngayiphi indlela uYehova? (it-1-E 316)
-
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 148:1–149:9 (th isifundo 11)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Umntu ukuxelela ukuba unesigulo esinganyangekiyo. (lmd isifundo 2 ingongoma 5)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Khangela ithuba lokuxelela umntu oncokola naye into obusanda kuyifunda kwiintlanganiso. (lmd isifundo 4 ingongoma 3)
6. Intetho
(imiz. 5) w19.03 10 ¶7-11—Umxholo: Mamela UYesu—Shumayela Iindaba Ezilungileyo. Jonga nomfanekiso. (th isifundo 14)
Ingoma 159
7. Ingxelo Yonyaka Wenkonzo
(imiz. 15) Ingxubusho.
Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, cela ibandla ukuba liphendule ngezinye izinto ezintle elizibonileyo kwiNgxelo Yonyaka Wenkonzo WamaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke Ka-2024. Ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi kumsebenzi wokushumayela ebudeni bonyaka odlulileyo.
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 22 ¶7-14, neebhokisi ezikwiphe. 174, 177