Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 3-9

INDUMISO 144-146

Februwari 3-9

Ingoma 145 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “Bonwabile Abantu AbanoThixo OnguYehova!”

(imiz. 10)

UYehova uyabasikelela abantu abathembela ngaye (INd 144:​11-15; w18.04 32 ¶3-4)

Liyasivuyisa ithemba lethu lobomi obungunaphakade (INd 146:5; w22.10 28 ¶16-17)

Abantu abanoThixo onguYehova baza konwaba ngonaphakade (INd 146:10; w18.01 26 ¶19-20)

Xa sikhonza uYehova ngokuthembeka singonwaba nangona sineengxaki

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 145:​15, 16​—Ezi vesi ziyichaphazela njani indlela esiziphatha ngayo izilwanyana? (it-1-E 111 ¶9)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Umntu othetha naye ukuxelela ukuba ufunda eyunivesithi. (lmd isifundo 1 ingongoma 5)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Bonisa umntu othetha naye ividiyo ekwiTeaching Toolbox nize nincokole ngayo. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)

6. Intetho

(imiz. 4) lmd isihlomelo A ingongoma 7​—Umxholo: Umfazi ufanele amhloniphe kakhulu umyeni wakhe. (th isifundo 1)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 59

7. UYehova Ufuna Wonwabe

(imiz. 10) Ingxubusho.

UYehova nguThixo owonwabileyo. (1Ti 1:11) Usinike izipho ezininzi ezimangalisayo ukuze asibonise indlela asithanda ngayo ibe ufuna sonwabe. (INt 3:​12, 13) Khawucinge ngezi zipho zibini​—ukutya nesandi.

Dlala IVIDIYO ethi Izinto UYehova Azidalileyo Zisenza Siqiniseke Ukuba Ufuna Sivuye​—Ukutya Okumnandi Nezandi Ezitsho Kamnandi. Uze ubuze le mibuzo:

  • Izipho ezinjengokutya nokukwazi ukumamela izandi ezahlukeneyo zisiqinisekisa njani ukuba uYehova ufuna sonwabe?

Funda INdumiso 32:8. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Ukwazi ukuba uYehova ufuna wonwabe kukukhuthaza njani ukuba ulandele ukhokelo olusuka eBhayibhileni nakwintlangano yakhe?

8. Iimfuno Zebandla

(imiz. 5)

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 22 ¶1-6

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 85 Nomthandazo