Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Januwari 13-19

INDUMISO 135-137

Januwari 13-19

Ingoma 2 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “INkosi Yethu Ingaphezu Kwabo Bonke Abanye Oothixo”

(imiz. 10)

UYehova ubonisile ukuba unamandla okulawula yonke indalo yakhe (INd 135:​5, 6; it-2-E 661 ¶4-5)

Uyabakhusela abantu bakhe (Eks 14:​29-31; INd 135:14)

Uyasinceda xa siziva sityhafile (INd 136:23; w21.11 6 ¶16)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 135:​1, 5​—Kutheni igama elithi “uYa” lisetyenziswa kakhulu eBhayibhileni? (it-1-E 1248)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Umntu othetha naye ubonisa umdla, tshintshiselelanani ngeenombolo zenu zefowuni. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Memela umntu oncokola naye kwiintlanganiso. (lmd isifundo 9 ingongoma 4)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 7​—Umxholo: Ngaba AmaNgqina KaYehova NgamaKristu? (th isifundo 12)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 10

7. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 90 Nomthandazo