Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 17-23

IMIZEKELISO 1

Februwari 17-23

Ingoma 88 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Unyana kaSolomon umamele ingqeqesho yothando katata wakhe

1. Lutsha, Niza Kukhetha Ukumamela Bani?

(imiz. 10)

[Dlala IVIDIYO ethi Intshayelelo YeMizekeliso.]

Bonisa ukuba usisilumko ngokumamela abazali bakho (IMi 1:8; w17.11 29 ¶16-17; jonga ongaphandle)

Sukubamamela abantu abenza izinto ezimbi (IMi 1:​10, 15; w05 2/15 19-20 ¶11-12)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 1:22​—EBhayibhileni igama elithi ‘isidenge’ libhekisela kumntu otheni? (it-1-E 846)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Umntu oncokola naye ufuna ukuxabana nawe. (lmd isifundo 6 ingongoma 5)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Umntu othetha naye ubonisa umdla, tshintshiselelanani ngeenombolo zenu zefowuni. (lmd isifundo 1 ingongoma 5)

6. Ukubuyela

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile, emva koko umnike ikhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (lmd isifundo 9 ingongoma 5)

7. Ukwenza Abafundi

(imiz. 5) lff isifundo 16 ingongoma 6. Sebenzisa inqaku elikwindawo ethi “Jonga Nezi Zinto” ukunceda isifundo esithandabuzayo ukuba imimangaliso kaYesu yenzeka nyani. (th isifundo 3)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 89

8. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 22 ¶15-21

Amazwi Okuvala (imiz. 3.) | Ingoma 80 Nomthandazo