Julayi 11-17
INDUMISO 69-73
Ingoma 92 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene”: (imiz. 10)
Nd 69:9—Inzondelelo yethu ngonqulo lokwenene ifanele ibonakale ngokucacileyo (w10 12/15 7-11 ¶2-17)
Nd 71:17, 18—Abantu abadala banokulunceda ulutsha ukuba lube nenzondelelo (w14 1/15 23-24 ¶4-10)
Nd 72:3, 12, 14, 16-19—Inzondelelo yethu ifanele isenze sixelele abanye ngoko uBukumkani buza kukwenzela abantu (w15 10/1 16 ¶3; w10 8/15 32 ¶19-20)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 69:4, 21—Ezi vesi zazaliseka njani kuMesiya? (w11 8/15 11 ¶17; w11 8/15 15 ¶15)
Nd 73:24—UYehova ubakhokelela njani abakhonzi bakhe kuzuko? (w13 2/15 25-26 ¶3-4)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 73:1-28
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.4 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.4 ngaphandle
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 5 ¶3-4
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Khawuzame Nje Unyaka Ube Mnye”: (imiz. 15) Qala ngokuxubusha ngokufutshane inqaku kuquka “Ucwangciso Loovulindlela Abathe Ngxi.” Emva koko dlala ividiyo ekwijelo losasazo lamaNgqina kaYehova ethi Ukukhetha Umsebenzi Onekamva Elingenasiphelo. (Yiya kwindawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > ABAFIKISAYO.)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 19 ¶17-31, nebhokisi ethi, “Wasweleka Nini UYosefu?,” nempinda yesahluko
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 123 Nomthandazo