Julayi 18-24
INDUMISO 74–78
Ingoma 110 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Khumbula Imisebenzi KaYehova”: (imiz. 10)
Nd 74:16; 77:6, 11, 12—Camngca ngemisebenzi kaYehova (w15 8/15 10 ¶3-4; w04 3/1 19-20; w03 7/1 10 ¶6-7)
Nd 75:4-7—Imisebenzi kaYehova iquka ukumisela amadoda athobekileyo ukuze anyamekele ibandla lakhe (w06 7/15 11 ¶2; it-1-E 1160 ¶7)
Nd 78:11-17—Cinga ngendlela uYehova awabalwela ngayo abantu bakhe (w04 4/1 21-22)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 78:2—Le vesi yazaliseka njani kuMesiya? (w11 8/15 11 ¶14)
Nd 78:40, 41—Ngokutsho kwezi vesi, izenzo zethu zimchaphazela njani uYehova? (w12 11/1 14 ¶5; w11 7/1 10)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 78:1-21
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.4 16—Thetha ngelungiselelo lomnikelo.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.4 16
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 5 ¶6-7
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno zebandla: (imiz. 10)
“ UYehova . . . Wadala Zonke Izinto”: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi “UYehova . . .Wadala Zonke Izinto.” (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko mema abantwana abambalwa eqongeni, uze ubabuze ngale vidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 20 ¶1-13
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 73 Nomthandazo