Julayi 25-31
INDUMISO 79–86
Ingoma 138 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngubani Oyena Mntu Ubalulekileyo Ebomini Bakho?”: (imiz. 10)
Nd 83:1-5—Eyona nto simele sizixhalabise ngayo ligama likaYehova nolongamo lwakhe (w08 10/15 13 ¶7-8)
Nd 83:16—Ukungagungqi nokunyamezela kwethu kuzisa uzuko kuYehova (w08 10/15 15 ¶16)
Nd 83:17, 18—UYehova ngoyena Mntu ubalulekileyo kwindalo iphela (w11 5/15 16 ¶1-2; w08 10/15 15-16 ¶17-18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 79:9—Le vesi isifundisa ntoni ngemithandazo yethu? (w06 7/15 12 ¶5)
Nd 86:5—Kungayiphi indlela uYehova ‘akulungele ngayo ukuxolela’? (w06 7/15 12 ¶9)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 85:8–86:17
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) fg Isifundo 7 ¶1
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) fg Isifundo 7 ¶3
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 7 ¶7-8
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ngaba UThixo Unalo Igama?: (imiz. 15) Qala ngokudlala ividiyo ethi Ngaba UThixo Unalo Igama? eku-jw.org/xh. (Jonga kwindawo ethi IIMPAPASHO> IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO. Emva koko ukhangele incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo. Ividiyo ifumaneka ngaphantsi kwesifundo esinomxholo othi “Ngubani UThixo?”) Emva koko buza le mibuzo ilandelayo: Le vidiyo ingasetyenziswa njani xa kunikelwa ubungqina obungacwangciswanga, kwindawo kawonke wonke nakwindlu ngendlu? Ngawaphi amava amnandi onawo angokusebenzisa le vidiyo?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 20 ¶14-26, nempinda yesahluko
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3.)
Ingoma 143 Nomthandazo
Isikhumbuzo: Dlala le ngoma kube kanye uze emva koko ucele ibandla liyicule.