Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 16-​22

LUKA 10-11

Julayi 16-​22
  • Ingoma 100 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umzekeliso WomSamariya Olungileyo”: (imiz. 10)

    • Luk 10:29-32—Umbingeleli nomLevi abazange bamncede umYuda wakowabo owayephangiwe [Dlala ividiyo ethi “Indlela Esuka EYerusalem Eya EYeriko” ethetha ngoLuka 10:30.] (w02 9/1 16-17 ¶14-15)

    • Luk 10:33-35—UmSamariya yena wabonisa uthando kuloo mYuda (ingcaciso yebinzana elithi “umSamariya othile” elithi “wawabopha amanxeba akhe, ewagalela ioli newayini” nelithi “kwindlu yabahambi” akuLuka 10:33, 34)

    • Luk 10:36, 37—Simele sibathande bonke abantu, singajongi umgangatho wabo wasekuhlaleni, ibala, isizwe okanye uhlanga (w98 7/1 31 ¶2)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Luk 10:18—Wayethetha ngantoni uYesu xa wathi kubafundi bakhe abayi-70: “Ndiqalise ukumbona uSathana sele ewile ezulwini njengombane”? (ingcaciso yebinzana elithi “Ndiqalise ukumbona uSathana sele ewile ezulwini njengombane” elikuLuka 10:18; w08 3/15 31 ¶11)

    • Luk 11:5-9—Umzekeliso wendoda ezingisayo usifundisa ntoni ngokuthandaza? (ingcaciso yebinzana elithi “Mhlobo, ndiboleke izonka ezintathu” elithi “Musa ukundikhathaza” nelithi “ngenxa yozingiso lwakhe lwenkalipho” akuLuka 11:5-9)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 10:1-16

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Umninimzi uthetha amazwi athintela incoko aqhelekileyo kwintsimi yenu.

  • Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Umninimzi uthi usatya.

  • Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU