Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 2-​8

LUKA 6-7

Julayi 2-​8
  • Ingoma 109 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Mawube Mkhulu Umlinganiselo Wakho Xa Usipha”: (imiz. 10)

    • Luk 6:37—Ukuba siyaxolela, abantu baya kusixolela nathi (ingcaciso yebinzana elithi “Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa” elikuLuka 6:37; w08 5/15 9-10 ¶13-14)

    • Luk 6:38—Sifanele siziqhelise ukupha (ingcaciso yebinzana elithi “Ziqheliseleni ukupha” elikuLuka 6:38)

    • Luk 6:38—Abantu baya kusipha ngomlinganiselo esipha ngawo (ingcaciso yebinzana elithi “kumasondo eengubo zenu” elikuLuka 6:38)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Luk 6:12, 13—Nguwuphi umzekelo uYesu awawumisela amaKristu xa kufuneka enze izigqibo ezinzima? (w07 8/1 6 ¶1)

    • Luk 7:35—Amazwi kaYesu angakunceda njani xa kukho umntu othetha kakubi ngawe? (ingcaciso yebinzana elithi “ngabantwana babo” elikuLuka 7:35)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 7:36-50

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 108

  • Xelisa Isisa SikaYehova: (imiz. 15) Yidlale le vidiyo. Emva koko xubusha le mibuzo ilandelayo:

    • UYehova noYesu babe naso njani isisa?

    • UYehova usisikelela njani xa sisipha?

    • Kuthetha ntoni ukuba ngumntu oxolela lula?

    • Ziziphi ezinye iindlela zokupha kwimihla yethu?

    • Singaba nesisa njani xa sincoma abantu?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 10 isiqe. 1-8

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 57 Nomthandazo