Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 23-​29

LUKA 12-13

Julayi 23-​29
  • Ingoma 4 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Nixabiseke Ngaphezu Koongqatyana Abaninzi”: (imiz. 10)

    • Luk 12:6—Kwaneentaka ezincinane uThixo akazilibali (ingcaciso yegama elithi “oongqatyana” elikuLuka 12:6)

    • Luk 12:7—Indlela uYehova asazi kakuhle ngayo ibonisa ukuba unomdla kuthi (ingcaciso yebinzana elithi “kwaneenwele zeentloko zenu zibaliwe zonke” elikuLuka 12:7)

    • Luk 12:7—Ngamnye wethu ubalulekile kuYehova (cl 241 ¶4-5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Luk 13:24—Athetha ukuthini la mazwi kaYesu? (ingcaciso yebinzana elithi “Zibhokoxeni ngamandla” elikuLuka 13:24)

    • Luk 13:33—Kwakutheni ukuze uYesu athethe la mazwi? (ingcaciso yegama elithi “akufanelekanga” elikuLuka 13:33)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 12:22-40

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze ummemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ekuqhutywa ngayo izifundo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 185 ¶4-5

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 116

  • Abakho Kodwa Asibalibalanga: (imiz. 15) Yidlale le vidiyo. Emva koko, buza le mibuzo:

    • Ziziphi iingxaki abaye bajongana nazo aba bavakalisi bathathu?

    • UYehova ubonise njani ukuba akabalibalanga?

    • Nangona beneengxaki, baye baqhubeka njani bekhonza uYehova, ibe loo nto ibakhuthaze njani abanye ebandleni?

    • Singabonisa njani ukuba siyabathanda abantu abadala nabagulayo abakwibandla esikulo?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 11 isiqe. 1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 5 Nomthandazo