Julayi 30–Agasti 5
LUKA 14-16
Ingoma 125 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umzekeliso Wonyana Wolahleko”: (imiz. 10)
Luk 15:11-16—Unyana wolahleko wadlala ngelifa lakhe ngokuphila ubomi bokuziphatha kakubi (ingcaciso yebinzana elithi “Umntu othile wayenoonyana ababini” elithi “omncinane kubo” elithi “wayisafaza” elithi “ubomi bokurheletya” elithi “ukuya kwalusa iihagu” nelithi “iingxam zekarobhi” akuLuka 15:11-16)
Luk 15:17-24—Waguquka waza wamkelwa ngutata wakhe (ingcaciso yebinzana elithi “nakuwe” elithi “wabaqeshwa bakho” elithi “wamanga” elithi “kubizwa ngokuba ndingunyana wakho” nelithi “umwunduzo . . . umsesane . . . neembadada” akuLuka 15:17-24)
Luk 15:25-32—Yalungiswa indlela unyana omdala awayecinga ngayo
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Luk 14:26—Kule vesi, igama elithi “ukuthiya” lithetha ntoni? (ingcaciso yegama elithi “angamthiyi” elikuLuka 14:26)
Luk 16:10-13—Xa uYesu wayethetha ‘ngobutyebi obungebobabulungisa,’ wayebafundisa ntoni abafundi bakhe? (w17.07 8-9 ¶7-8)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 14:1-14
YIKHUTHALELE INTSIMI
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze ummemele kwiintlanganiso.
Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ekuqhutywa ngayo izifundo.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 32 ¶14-15
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Unyana Wolahleko Uyabuya”: (imiz. 15) Ingxubusho. Qala udlale ividiyo ethi, Unyana Wolahleko Uyabuya—Isicatshulwa.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 11 isiqe. 10-19
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 139 Nomthandazo