Agasti 1-7
1 Kumkani 1-2
Ingoma 98 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Uyafunda Kwiimpazamo Zakho?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 1:28-40 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko ushiye ikhadi le-jw.org. (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (ungayidlali) uze ummemele kwiintlanganiso. (th isifundo 20)
Intetho: (imiz. 5) km 1/15 2 ¶1-3—Umxholo: Funda Kwabo Baqhuba Kakuhle Entsimini. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yiba Nezinto Ozimisele Ukuzenza Kulo Nyaka Wenkonzo Uzayo—Faka Isicelo Sokuya KwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani”: (imiz. 7) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ngokholo, Ngena Kumnyango Ovuliweyo Ukuze Wenze Umsebenzi—Faka Isicelo Sokuya KwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani.
“Yiba Nezinto Ozimisele Ukuzenza Kulo Nyaka Wenkonzo Uzayo—Ncedisa Xa Kusakhiwa Izakhiwo Zentlangano”: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ngokholo, Ngena Kumnyango Ovuliweyo Ukuze Wenze Umsebenzi—Ncedisa Xa Kusakhiwa Izakhiwo Zentlangano.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 14
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 24 Nomthandazo