Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWII LIKATHIXO

Ngaba Uyafunda Kwiimpazamo Zakho?

Ngaba Uyafunda Kwiimpazamo Zakho?

[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo yoo-1 Kumkani.]

UAdoniya wenzelwa inceba nangona wayezama ukwenza amaqhinga ukuze abe ngukumkani (1Ku 1:5, 52, 53; it-2-E 987 ¶4)

UAdoniya zange afunde kwimpazamo yakhe ibe ngenxa yaloo nto wavuna imiphumo (1Ku 2:15-17, 22, 23; it-1-E 49)

Umntu onobulumko uyafunda kwiimpazamo zakhe. Akapheleli apho, ude afunde nakwiimpazamo zabanye.—1Ko 10:11.