Julayi 11-17
2 Samuweli 20-21
Ingoma 62 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova NguThixo Wobulungisa”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 21:15-17—Sinokufunda ntoni kweli bali? (w13 1/15 31 ¶14)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 20:1-13 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Xa Ubuyela: Injongo kaThixo—Isa 55:11. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile, emva koko umnike ikhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze ubonise indlela esiqhutywa ngayo isifundo seBhayibhile. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yiba Nezinto Ozimisele Ukuzenza Kulo Nyaka Wenkonzo Uzayo—Yiya Kwindawo Enendingeko”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ngokholo, Ngena Kumnyango Ovuliweyo Ukuze Wenze Umsebenzi—Yiya Kwindawo Enendingeko.
“Indlela Yokusebenzisa Indawo Ethi Iincoko Onokuzisebenzisa”: (imiz. 5) Le ntetho mayinikelwe ngumveleli Wentlanganiso Yobomi BamaKristu.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 12
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 3 Nomthandazo