Julayi 18-24
2 Samuweli 22
Ingoma 4 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Thembela Kuncedo LukaYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 22:36—Ukuthobeka kukaYehova kwamenza waba mkhulu njani uDavide? (w12 11/15 17 ¶7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 22:33-51 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise enye yezinto esifundisa ngazo ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibebela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 3)
Intetho: (imiz. 5) w06 8/15 21 ¶7-8—Umxholo: Ngaba Zonke Iingxaki Esinazo Zibangelwa NguSathana? (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Vuyiswa Ziindlela UYehova Asindisa Ngazo: (imiz.5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: UYehova wamnceda njani umzalwana uGaneshalingam nentsapho yakhe xa kwakukho imfazwe eSri Lanka? La mava aluqinisa njani ukholo lwakho?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff icandelo 1 khawutsho
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 60 Nomthandazo