UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ngaba Uyazincama Xa Unikela?
UDavide kwathiwa makakhe isibingelelo kwibala lokubhula lika-Arawuna (2Sa 24:18)
UArawuna wathi uza kunikela ngebala lokubhula nezilwanyana ekwakuza kunikelwa ngazo (2Sa 24:21-23)
UDavide wayengafuni ukunikela ngento angakhange ayibhatalele (2Sa 24:24, 25; it-1-E 146)
UYehova uyavuya xa sincama ixesha, amandla nezinto esinazo ngokuzithandela ukuze simkhonze. (w12 1/15 18 ¶8) Zeziphi izinto onokuzimisela ukuzenza ukuze wandise ixesha olichitha unikela “umbingelelo wokumdumisa”?—Heb 13:15.