Julayi 4-10
2 Samuweli 18–19
Ingoma 138 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UBharzilayi—Umzekelo Wokuthobeka”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 19:24-30—Umzekelo kaMefibhoshete ungasomeleza njani? (w20.04 30 ¶19)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 19:31-43 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: Injongo KaThixo—Gen 1:28. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. a Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 1)
Intetho: (imiz. 5) w21.08 23-25 ¶15-19—Umxholo: Ziintoni Esinokuzimisela Ukuzenza Xa Iimeko Zethu Zingavumi? (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yiba Nezinto Ozimisele Ukuzenza Kunyaka Wenkonzo Omtsha—Ubuvulindlela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yiba Nguvulindlela Onesibindi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 11
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 97 Nomthandazo
a Jonga inqaku elikwiphepha 16.