Agasti 28–Septemba 3
NEHEMIYA 12–13
Ingoma 34 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Nyaniseka KuYehova Xa Ukhetha Abahlobo”: (imiz. 10))
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Neh 13:10—Nangona iimvumi zasetempileni zazingabaLevi, kwakutheni ukuze zichazwe ngokukhethekileyo? (it-2-E 452 ¶9)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Neh 12:27-39 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mxelele ngewebhsayithi yethu, emva koko umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo sethu seBhayibhile samahala, emva koko umnike ikhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 3)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 11 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
“Linganisa Uthando LukaYehova Olungagungqiyo”: (imiz. 10) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 55 isiqendu 5 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 84 Nomthandazo