Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Nyaniseka KuYehova Xa Ukhetha Abahlobo

Nyaniseka KuYehova Xa Ukhetha Abahlobo

Ama-Amoni namaMowabhi ayengavumelekanga ukuba “angene kwibandla” lamaSirayeli, kuba ngaphambili babengabaphethanga kakuhle abantu bakaThixo (Neh 13:1, 2; it-1-E 95 ¶5)

UMbingeleli Omkhulu uEliyashibhi wavumela umAmoni ukuba asebenzise iholo yokutyela yasetempileni (Neh 13:4, 5; w13 8/15 4 ¶5-6)

UNehemiya wanyaniseka kuYehova ngokuliphelisa ilungiselelo uEliyashibhi awayelenze notshaba lukaThixo (Neh 13:7-9)

Ngaba sinyanisekile kuYehova xa sikhetha abahlobo abangamthandiyo?—w96 3/15 16 ¶6.

KHAWUZIBUZE, ‘UYehova uziva njani ngabahlobo endibakhethileyo?’