Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UNehemiya Wayengafuni Ukusetyenzelwa, Naye Wayesebenza

UNehemiya Wayengafuni Ukusetyenzelwa, Naye Wayesebenza

UNehemiya akazange asebenzise igunya lakhe ukuze kuncedakale yena (Neh 5:14, 15, 17, 18; w02 11/1 27 ¶3)

UNehemiya wayengajongi nje uba umsebenzi uyenziwa, kodwa wayencedisa naye kuwo (Neh 5:16; w16.09 6 ¶16)

UNehemiya wacela uYehova ukuba amkhumbule ngenxa yezenzo zakhe ezintle zothando (Neh 5:19; w00 2/1 32)

Nangona uNehemiya wayengumlawuli zange alindele ukuphathwa ngendlela ekhethekileyo. Ungumzekelo omhle kwabo banemisebenzi ekhethekileyo ebandleni.

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndinomdla kakhulu kwizinto endinokuzenzela abanye abantu kunezo banokundenzela zona?’