Julayi 17-23
EZRA 9-10
Ingoma 89 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Imiphumo Ebuhlungu Yokungathobeli”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ezr 10:44—Kwakutheni ukuze abantwana bagxothwe kunye nabafazi? (w06 1/15 20 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Ezr 9:1-9 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa iphecana elithi: Ngaba Izinto Ezibuhlungu Ziya Kuze Ziphela? ukuze uqalise incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 13)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibebela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 6)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 11 intshayelelo nesiqendu 1-3 (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukuthobela Kuyakhusela (2Te 1:8): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Yintoni eza kwenzeka ngaphambi kweArmagedon?
Kusinceda njani ukuthobela ngoku?
IArmagedon idibana njani nokuthobela?
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff Isifundo 50 isiqendu 6-7 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 133 Nomthandazo