Agasti 14-20
NEHEMIYA 8-9
Ingoma 110 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Neh 8:1-12 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise enye yezinto ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 13)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo Eholweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 11 isiqendu 5 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ungakwazi Ukunceda Intsapho Yakho Yonwabe Nangakumbi”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile SeBandla: (imiz. 30) lff isifundo 54
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 123 Nomthandazo