UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”
Abantu badibana ukuze beve uEzra efunda uMthetho (Neh 8:1, 2; w13 10/15 21 ¶2; jonga umfanekiso ongaphandle)
Eli yayingeloxesha lokuba bacinge ngezinto ababengazenzanga kakuhle, kodwa yayilixesha lokuba bavuyiswe kukukhonza uYehova (Neh 8:9, 11, 12)
Uvuyo uYehova alunika abakhonzi bakhe luyabomeleza (Neh 8:10; w07 7/15 22 ¶9-10)
KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi izizathu ezindenza ndivuye nokuba ndineengxaki?’