Julayi 31–Agasti 6
NEHEMIYA 3-4
Ingoma 143 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Uzibona Ubhetele Ukuba Ungenza Umsebenzi Wezandla?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhile: (imiz. 10)
Neh 4:17, 18—Umakhi wayenokuwenza njani umsebenzi wokwakha ngesandla esinye? (w06 2/1 9 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Neh 3:15-24 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Thethani ngephepha lokugqibela lencwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze ucele ukumqhubela isifundo seBhayibhile. (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5) km 11/12 1—Umxholo: Bona Okulungileyo Ngenxa Yomsebenzi Wakho Onzima. (th isifundo 10)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukusebenza NamaNgqina KaYehova: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze lo mbuzo, Ekubeni le vidiyo ibonisa ukuba indlela esiziphatha ngayo emsebenzini inokushumayela, isifundisa ntoni thina loo nto?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 7)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 52
Amazwi Okuvala (imiz. 3))
Ingoma 29 Nomthandazo