Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Uzibona Ubhetele Ukuba Ungenza Umsebenzi Wezandla?

Ngaba Uzibona Ubhetele Ukuba Ungenza Umsebenzi Wezandla?

Umbingeleli omkhulu kunye nabantakwabo zange bazibone bebalulekile kangangokuba babengenakuncedisa xa kusakhiwa kwakhona iindonga zaseYerusalem (Neh 3:1)

Ezinye izikhulu “zazingafuni kubancedisa” kumsebenzi wokulungisa (Neh 3:5; w06 2/1 10 ¶1)

Kwakukho abafazi abazinikeleyo ababewenza lo msebenzi unzima nowawuyingozi (Neh 3:12; w19.10 23 ¶11)

Izinto ezininzi ezenziwayo ebandleni ziye zifune kusetyenzwe ngezandla, kwenziwe imisebenzi ejongelwa phantsi neminye enokwenziwa kungekho mntu ubonayo.​—w04 8/1 18 ¶16.

KHAWUZIBUZE, ‘Ndiziva njani xa ndisenza imisebenzi enje ngenxa yeendaba ezilungileyo?’​—1Ko 9:23.