Agasti 21-27
NEHEMIYA 10–11
Ingoma 37 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Bancama Izinto Zabo Ngenxa KaYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhile: (imiz. 10)
Neh 10:34—Kwakutheni ukuze abantu kufuneke baqokelele iinkuni? (w06 2/1 11 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Neh 10:28-39 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso, emva koko thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!, uze uthethe ngendawo ethi “Unokwenza Njani Ukuze Zikuncede Ezi Zifundo zeBhayibhile?” (th isifundo 4)
Intetho: (imiz. 5) w11 2/15 15-16 ¶12-15—Umxholo: Imibingelelo Ekholisa UThixo Namhlanje. (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ziintoni Ozimisele Ukuzenza Kulo Nyaka Umtsha Wenkonzo?”: (imiz. 10) Ingxubusho.
“Iphulo Elikhethekileyo Lokushumayela NgoBukumkani BukaThixo NgoSeptemba!”: (imiz. 5) Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Benze babe nomdla ngephulo uze uthethe ngendlela eniza kulenza ngayo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 55 isiqendu 1-4
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 92 Nomthandazo