Julayi 10-16
EZRA 7-8
Ingoma 82 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlela Yokuziphatha KaEzra Yazukisa UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ezr 8:1—Kwakutheni ukuze uninzi lwamaYuda awayehlala eBhabhiloni akuthandabuze ukubuyela eYerusalem noEzra? (w06 1/15 19 ¶10)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Ezr 8:21-36 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Xa Ubuyela: Izinto Ezibuhlungu—1Yo 5:19. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze ubonise indlela esiqhutywa ngayo isifundo seBhayibhile. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 50 isiqendu 1-5 nevidiyo ethi Khusela Abantwana Bakho ekwibhokisi ethi “Ngaba Ubuyazi?”
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 134 Nomthandazo