Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 24-30

NEHEMIYA 1-2

Julayi 24-30
  • Ingoma 47 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngoko Nangoko Ndathandaza”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Neh 2:4​—Ngaba uNehemiya wayeqala ukuyithandazela le nto, ibe thina sifunda ntoni? (w86 2/15 25)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Neh 2:11-20 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 44

  • Yiba Ngumhlobo KaYehova​—Ngaba UYehova Uyayiphendula Imithandazo?: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze lo mibuzo: Le vidiyo isifundisa ntoni ngomthandazo?

  • Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff Isifundo 51

  • Amazwi Okuvala (imiz. 3)

  • Ingoma 102 Nomthandazo