UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngoko Nangoko Ndathandaza”
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaNehemiya.]
UNehemiya wathandaza ngaphambi kokuba aphendule umbuzo kakumkani (Neh 2:2-4; w08 2/15 3 ¶5)
Ukumkani wakwenza oko uNehemiya wayemcele kona (Neh 2:5, 6)
KHAWUCINGE NGALE NTO: Singenza njani ukuba umntu usibuza ngeenkolelo zethu singalindelanga?—be 177 ¶4.