Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Agasti 12-18

INDUMISO 73-74

Agasti 12-18

Ingoma 36 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Ngaba Siyabamonela Abantu Abangamkhonziyo UThixo?

(imiz. 10)

Sisenokuqalisa ukubamonela abo bangamkhonziyo uThixo (INd 73:​3-5; w20.12 19 ¶14)

Sinokubajonga ngendlela efanelekileyo abo bangamkhonziyo uYehova xa singazikhethi kodwa sikhonza kunye nabazalwana noodade (INd 73:17; IMi 18:1; w20.12 19 ¶15-16)

Abo bangamkhonziyo uThixo ‘basendaweni emtyibilizi’; kanti abo bamkhonzayo ‘baza kuzukiswa’ (INd 73:​18, 19, 24; w14 4/15 4 ¶5; w13 2/15 25-26 ¶3-5)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 74:​13, 14​—‘ILeviyatan’ ibhekisela kwintoni? (it-2-E 240)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Khangela ithuba lokuxelela umntu omaziyo into osandokuyifunda kwiintlanganiso. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Cela isifundo seBhayibhile uze umbonise indlela esiqhutywa ngayo. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Intetho. ijwbq 89​—Umxholo: Ngaba Zonke Iinkonzo Zilungile? (th isifundo 14)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 72

7. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 98 Nomthandazo