Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Agasti 19-25

INDUMISO 75-77

Agasti 19-25

Ingoma 120 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Kutheni Umele Ukulumkele Ukuqhayisa?

(imiz. 10)

UThixo akavuyiswa ngabantu abathanda ukuqhayisa (INd 75:4; 1Ti 3:6; w18.01 28 ¶4-5)

Nasiphi na isabelo okanye imbopheleleko esinayo ebandleni masiyijonge njengesipho esingasifanelanga esivela kuYehova (INd 75:​5-7; w06 7/15 11 ¶2)

Abantu abanekratshi njengeenkokheli zehlabathi, baza kuthotywa nguYehova (INd 76:12)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 76:10​—“Umsindo wabantu” unokumdumisa njani UYehova? (w06 7/15 11 ¶3)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Thetha ngevidiyo eku-jw.org/xh ngolwimi aluthandayo lo mntu uthetha naye (kodwa ungayidlali). (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Yiba bhetyebhetye uze uyitshintshe into obuza kuyithetha xa umninimzi esithi akakholelwa kuThixo. (lmd isifundo 2 ingongoma 5)

6. Ukwenza Abafundi

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 127

7. Thembeka Xa Unconywa

(imiz. 7) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO ethi Ungagungqi NjengoYesu​—Xa Unconywa. Uze ubuze ibandla:

  • Ziintoni ozifundileyo kwindlela uSergei awaphendula ngokuzithoba ngayo xa wayenconywa?

8. Iphulo Elikhethekileyo LangoSeptemba Lokuqalisa Izifundo ZeBhayibhile Sisebenzisa UPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!

(imiz. 8) Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Benze babe nomdla ngephulo uze uthethe ngendlela eniza kulenza ngayo.

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 95 Nomthandazo