Julayi 1-7
INDUMISO 57-59
Ingoma 148 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. UYehova Uyabaphazamisa Abo Batshutshisa Abantu Bakhe
(imiz. 10)
Kwanyanzeleka ukuba uDavide amzimele uKumkani uSawule (1Sa 24:3; INd 57, umbhalo osemantla)
UYehova walwenza alwaphumelela icebo lweentshaba zikaDavide (1Sa 24:7-10, 17-22; INd 57:3)
Amaxesha amaninzi iintshaba ziye zichanwe kwangamacebo azo (INd 57:6; bt 220-221 ¶14-15)
KHAWUZIBUZE, ‘Xa nditshutshiswa ndingabonisa njani ukuba ndimthembile uYehova?’—INd 57:2.
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 57:7—Ungaba nentliziyo engagungqiyo njani? (w23.07 18-19 ¶16-17)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 59:1-17 (th isifundo 12)
4. Ukungapheli Mandla—Into Eyenziwa NguPawulos
(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 7 ingongoma 1-2.
5. Ukungapheli Mandla—Yenza NjengoPawulos
(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 7 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”
Ingoma 65
6. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 12 ¶1-6, nebhokisi ekwiphepha 96