Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 8-14

INDUMISO 60-62

Julayi 8-14

Ingoma 2 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. UYehova Uyasikhusela Yaye Usenza Sizinze

(imiz. 10)

UYehova unjengenqaba eyomeleleyo (INd 61:3; it-2-E 1118 ¶7)

UYehova usamkela njengeendwendwe ententeni yakhe (INd 61:4; it-2-E 1084 ¶8)

UYehova ufana neliwa (INd 62:2; w02 4/15 16 ¶14)


KHAWUZIBUZE, ‘Butshintshe njani ubomi bam kuba ndisazi uYehova yaye ndimthemba?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 62:11​—‘Amandla ngakaThixo’ njani? (w06 6/1 11 ¶7)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qalisa incoko nomntu obonisa ububele kuwe. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Xelela umntu othetha naye ngeJW Library® uze umbonise ukuba idawunlowudwa njani. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)

6. Intetho

(imiz. 5) w22.02 4-5 ¶7-10​—Umxholo: Mthembe UYehova Naxa Ufumana Ulwalathiso. (th isifundo 20)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 12

7. Akukho Nto Inokwenza “UThixo Angasithandi”

(imiz. 10) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mbuzo:

  • UYehova umncede njani Umzalwane uNyirenda ngexesha lokutshutshiswa?

8. Yiba Ngumhlobo KaYehova​—Izinto Onokuzenza Ukuze Ubhaptizwe

(imiz. 5) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO. Ukuba kunokwenzeka cela abantwana obakhethileyo beze eqongeni uze ubuze le mibuzo: Xa ubhaptizwa, ziintoni ezibaluleke ngaphezu kweminyaka yakho? Kufuneka wenze ntoni ukuze ubhaptizwe?

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 63 Nomthandazo