Abavakalisi basebenzisa amaphecana eMalta

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Juni 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okuhambisa uVukani! namaphecana ethu. Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kholosa NgoYehova Wenze Okulungileyo

Sebenzisa amacebiso aluncedo akwiNdumiso 37.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukusebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa

Kutheni sifanele sisebenzise iividiyo entsimini? Iividiyo zinokuyiphucula njani indlela esifundisa ngayo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Uyabomeleza Abo Bagulayo

Amazwi aphefumlelweyo kaDavide akwiNdumiso 41 angabomeleza abakhonzi abathembekileyo abajongene nokugula kuquka nobunzima.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Akayi Kubalahla Abo Bantliziyo Zaphukileyo

KwiNdumiso 51, uDavide uchaza indlela izono ezinzulu ezamchaphazela ngayo. Yintoni eyamncedayo ukuze aphinde akhonze uThixo kakuhle?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

UBukumkani—Iminyaka Eyi-100 Ukusa Phambili

Sebenzisani le mibuzo ukuze nixubushe oko uBukumkani bukaThixo buye bakwenza ukususela ngo-1914.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Umthwalo Wakho Wulahlele KuYehova”

Icebiso likaDavide eliphefumlelweyo elikwiNdumiso 55:22 lingasinceda simelane nayo nayiphi na ingxaki okanye ixhala.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“UThixo Ngumncedi Wam”

UDavide wamzukisa uYehova ngenxa yegama Lakhe. Yeyiphi ivesi yeBhayibhile ekuncedileyo xa ubunengxaki?