Juni 13-19
INDUMISO 38–44
Ingoma 4 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uyabomeleza Abo Bagulayo”: (imiz. 10)
Nd 41:1, 2—Banoyolo abo banikela ingqalelo kwizisweli (w15 12/15 24-25 ¶7; w91 10/1 14 ¶6)
Nd 41:3—UYehova ubakhathalele abantu abagulayo abathe tye (w08 9/15 5 ¶12-13)
Nd 41:12—Ithemba lekamva linokubanceda banyamezele abantu abagulayo (w15 12/15 28 ¶18-19; w08 12/15 6 ¶15)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 39:1, 2—Sinokuzilumkela njani izinto esizithethayo? (w09 5/15 4 ¶5; w06 5/15 20 ¶11)
Nd 41:9—UYesu wawusebenzisa njani umzekelo kaDavide kwimeko yakhe? (w11 8/15 13 ¶5; w08 9/15 5 ¶11)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 42:6–43:5
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.3 ngaphandle
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.3 ngaphandle
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 2 ¶4-5—Qukumbela ngokutshayelela ividiyo eku-jw.org/xh ethi, Ngaba UThixo Unalo Igama?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Hlala Ukhangele Emvuzweni!: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo eku-jw.org/xh ethi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Hlala Ukhangele Emvuzweni! (Ingoma 24). (Jonga kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko xubusha umdlalo ohamba nale vidiyo othi, “Thelekisa: Ubomi Esibuphilayo Ngoku Nobo Buzayo,” usebenzisa le mibuzo: Luluphi utshintsho oluza kubakho eParadesi? Ziziphi iintsikelelo ozilindele ngamehlo abomvu? Ukucinga ngethemba onalo kungakunceda njani unyamezele?—2 Ko 4:18.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 17 ¶14-22 nempinda
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 36 Nomthandazo