Juni 20-26
INDUMISO 45–51
Ingoma 67 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Akayi Kubalahla Abo Bantliziyo Zaphukileyo”: (imiz. 10)
Nd 51:1-4—UDavide wazisola ngokunyanisekileyo ngokona uYehova (w93 3/15 10-11 ¶9-13)
Nd 51:7-9—UDavide kwakufuneka exolelwe nguYehova ukuze aphinde onwabe (w93 3/15 12-13 ¶18-20)
Nd 51:10-17—UDavide wayesazi ukuba uYehova umxolela ngokunyanisekileyo umntu oguqukayo (w15 6/15 15 ¶6; w93 3/15 14-17 ¶4-16)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 45:4—Yiyiphi eyona nyaniso ekufuneka ilwelwe? (w14 2/15 5 ¶11)
Nd 48:12, 13—Ezi vesi zibeka yiphi imbopheleleko kuthi? (w15 7/15 6 ¶13)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 49:10–50:6
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.3 10-11
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.3 10-11
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 3 ¶1
—Qukumbela ngokutshayelela ividiyo eku-jw.org enomxholo othi, Ngubani Umbhali WeBhayibhile?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UBukumkani—Iminyaka Eyi-100 Ukusa Phambili”: (imiz. 15) Imibuzo neempendulo. Qala ngokudlala ividiyo eku-jw.org ethi UBukumkani—Iminyaka Eyi-100 Ukusa Phambili uze uphele kwicandelo elithi “Imfundo Yosuku Olunye.” (Jonga kwindawo ethi IIMPAPASHO > IIVIDIYO.)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 18 ¶1-13
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 109 Nomthandazo