Juni 6-12
INDUMISO 34–37
Ingoma 95 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kholosa NgoYehova Wenze Okulungileyo”: (imiz. 10)
Nd 37:1, 2—Hlala uzimisele ukukhonza uYehova kungekhona ekuboneni ngathi abantu abangendawo bayaphumelela (w03 12/1 9-10 ¶3-6)
Nd 37:3-6—Kholosa ngoYehova, wenze okulungileyo uze usikelelwe (w03 12/1 10-12 ¶7-15)
Nd 37:7-11—Linda ngomonde de uYehova ashenxise abangendawo (w03 12/1 13-14 ¶16-20)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 34:18—UYehova uvakalelwa njani ngabo “baphuke intliziyo” nangabo “bamoya utyumkileyo”? (w11 6/1 19)
Nd 34:20—Sazaliseka njani esi siprofeto kuYesu? (w13 12/15 21 ¶19)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 35:19–36:12
YIKHUTHALELE INTSIMI
Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukusebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa”: (imiz. 15) Ingxubusho. Ukuze ubonise iingongoma eziphantsi komxholwana othi “Indlela Yokukwenza,” sebenzisa ividiyo eku-jw.org/xh enomxholo othi Ngubani Umbhali WeBhayibhile? (Jonga kwindawo ethi IIMPAPASHO > IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO. Emva koko yiya kwincwadana ethi Iindaba Ezilungileyo. Le vidiyo ifumaneka phantsi kwesifundo esithi “Ngaba Iindaba Ezilungileyo Zivela KuThixo Ngokwenene?”)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 17 ¶1-13
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 61 Nomthandazo