Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
VUKANI!
Unokuthi: Lo Vukani! uthetha ngombandela obangel’ umdla. [Nika umnini-mzi owakhe.]
Umbuzo: Ngaba ubusazi ukuba amaNgqina kaYehova aguqulela uncwadi ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-750?
Isibhalo: ISi 14:6
VUKANI!
Umbuzo: Ngaba ucinga ukuba lo mgaqo unokusinceda isibini esitshatileyo xa sincokola ngengxaki esinayo?
Isibhalo: Yak 1:19
Unokuthi: [Thetha ngenqaku eliqala kwiphepha 10.] Eli nqaku lithetha ngemigaqo yeBhayibhile eyongezelelekileyo engalo mba.
AMAPHECANA
Umbuzo: Ndicela uqaphele lo mbuzo. [Funda umbuzo oneempendulo ezahlukahlukeneyo ngaphambili kwiphecana.] Ungawuphendula njani lo mbuzo?
Isibhalo: [Zidweliswe kwiphepha 2 lephecana]
Unokuthi: Eli phecana lichaza oko kuthethwa sesi sibhalo kuwe.
ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO
Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.