UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Juni 2018
Iincoko Onokuzisebenzisa
Iincoko onokuzisebenzisa xa uthetha ngesiprofeto seBhayibhile nangemihla yokugqibela.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Izinto Ezaziprofetwe NgoYesu Zenzeka
Dibanisa isiganeko sobomi bukaYesu kunye nesiprofeto esihambelana naso.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Landela UKristu Kuyo Yonke Into
UYesu wasibonisa indlela esimele senze ngayo izinto, ngakumbi xa sivavanywa okanye sitshutshiswa.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Thobeka NjengoMariya
UYehova uThixo wanika uMariya inyhweba engenakuze ifunyanwe nangubani na kuba wayenentliziyo entle.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Lutsha—Ngaba Niyaqhubeka Nisondela KuYehova?
UYesu wayekhonza uYehova ehlonipha nabazali bakhe ibe ulutsha lumele lufunde kuye.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Bazali, Ncedani Abantwana Benu Baphumelele
Ungabanceda abantwana bakho babengabakhonzi bakaThixo abathembekileyo ngokusebenzisa naliphi na ithuba elivelayo ukuze ubafundise.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Yilwa NjengoYesu Xa Uhendwa
Sesiphi isixhobo uYesu awasisebenzisayo ukuze alwe xa wahendwa kathathu nguSathana?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Lumka Xa Usebenzisa Iiwebhsayithi Zokuncokola
Njengezixhobo ezininzi, iiwebhsayithi zokuncokola zinokunceda okanye zibe yingozi. Simele sisebenzise imigaqo ekwiLizwi LikaThixo ukuze sibone iingozi size sizibaleke.