Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

●○○ UTYELELO LOKUQALA

Umbuzo: Ngaba siphila kwimihla yokugqibela?

Isibhalo: 2Ti 3:1-5

Umbuzo Wokubuyela: Kuza kwenzeka ntoni emva kwemihla yokugqibela?

○●○ XA UBUYELA OKOKUQALA

Umbuzo: Kuza kwenzeka ntoni emva kwemihla yokugqibela?

Isibhalo: ISi 21:3, 4

Umbuzo Wokubuyela: Singenza ntoni ukuze siphile kumhlaba uThixo asithembise wona?

○○● XA UBUYELA OKWESIBINI

Umbuzo: Singenza ntoni ukuze siphile kumhlaba uThixo asithembise wona?

Isibhalo: Yoh 3:16

Umbuzo Wokubuyela: Kuthetha ukuthini ukubonisa ukholo?