Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | EFESE 1-3

Ilungiselelo LikaYehova Nomsebenzi Walo

Ilungiselelo LikaYehova Nomsebenzi Walo

1:8-10

UYehova ulungiselela ukumanyanisa zonke izidalwa zakhe.

  • Ulungiselela ukuba abathanjiswa baphile ezulwini bekhokelwa nguYesu Kristu

  • Ulungiselela ukuba abantu abaza kuphila emhlabeni balawulwe nguMesiya

Yintoni mna endinokuyenza ukuze intlangano kaYehova imanyane?