Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | EFESE 4-6

“Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”

“Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”

6:11-17

Umpostile uPawulos wafanisa amaKristu namajoni asemfazweni. Iintshaba zethu ‘ngoomoya abangendawo.’ Sisenokubonakala singenamandla kwaye singakhuselekanga, kodwa uYehova unokusinceda soyise kule mfazwe ukuba ‘sambatha sonke isikrweqe’ sakhe.

Chaza igama lezi zinto zesikrweqe, utsho nento eziyimelayo

KHAWUCINGE: Ngaba ndinaso sonke isikrweqe sikaThixo?