Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Juni 24-​30

FILIPI 1-4

Juni 24-​30
  • Ingoma 33 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 45

  • Ngaba Uyazilawula Okanye Ulawulwa Zizixhobo Ze-Elektroniki?: (imiz. 5) Dlala ividiyo. Emva koko phendula le mibuzo: Zisinceda njani izixhobo ze-elektroniki? Zinokuba yingozi njani izixhobo ze-elektroniki ukuba uchitha ixesha elininzi kuzo? Ungabona njani ukuba ziyakulawula? Sinokwenza njani ukuze ‘siqiniseke ngezinto ezibaluleke ngakumbi’? (Fil 1:10)

  • Yikhethe Kakuhle Indlela Yokuzonwabisa(imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ndingazonwabisa Ngantoni?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 9 isiqe. 17-21 nebhokisi ekwiphe. 96

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 56 Nomthandazo