Juni 3-9
GALATI 4–6
Ingoma 16 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Sithetha Ntoni Kuthi ‘Isiganeko Esingumfuziselo’?”: (imiz. 10)
Gal 4:24, 25—UHagare wayemela uSirayeli kumnqophiso woMthetho KaMoses (it-1-E 1018 ¶2)
Gal 4:26, 27—USara wayemela “iYerusalem ephezulu,” intlangano kaYehova esezulwini (w14 10/15 10 ¶11)
Gal 4:28-31—Abantu abathobela uThixo baza kufumana iintsikelelo ezivela ‘kubantwana’ beYerusalem ephezulu
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Gal 4:6—Lithetha ukuthini igama lesiHebhere okanye lesiAramiki elithi “abha”? (w09 4/1 13)
Gal 6:17—Wayethetha ukuthini uPawulos xa wayesithi ‘uneempawu zomtshiso ezimfanisa nekhoboka likaYesu’? (ww10 11/1 15)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gal 4:1-20 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Sicacise Ukuba Singena Njani Isibhalo, emva koko nithethe ngesifundo 6 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w12 3/15 30-31—Umxholo: Kutheni AmaKristu Emele Angayibukeli Iphonografi? (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 8)
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo yangoJuni ethi, Okufezwe Yintlangano.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 8 isiqe. 18-22 nebhokisi ekwiphe. 86
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 84 Nomthandazo