Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 7-13

ESTERE 6-10

Matshi 7-13
  • Ingoma 131 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UEstere Wazincama Ngenxa KaYehova Nabantu Bakhe”: (imiz. 10)

    • Est 8:3, 4—Nangona uEstere wayesindile, wabeka ubomi bakhe esichengeni ngenxa yabanye (ia 142-143 ¶24-25)

    • Est 8:5—UEstere wayesebenzisa ubuchule xa eqhubana noAhaswerosi (w06 3/1 11 ¶8)

    • Est 8:17—Abantu abaninzi baguqukela ebuYudeni (w06 3/1 11 ¶3)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Est 8:1, 2—Xa wayeza kufa uYakobi, sazaliseka njani isiprofeto sakhe esingoBhenjamin owayeza ‘kwahlula amaxhoba ngokuhlwa’? (ia ibhokisi ekwiphepha 142)

    • Est 9:10, 15, 16—Ekubeni lo myalelo wawukwagunyazisa ukuphangwa kwamaxhoba, kwakutheni ukuze amaYuda angaphangi? (w06 3/1 11 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Est 8:1-9 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 118

  • Zamkele Iindwendwe Zethu”: (imiz. 15) Ingxubusho. Cela abavakalisi babalise amava amnandi abaye bawafumana ngenxa yokuba bamkela iindwendwe ezazize kwiSikhumbuzo sonyaka odlulileyo. Makwenziwe umboniso omnye waloo mava.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 10 ¶12-21 nempinda yesahluko (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 147 Nomthandazo