Matshi 21-27
YOBHI 6–10
Ingoma 68 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYobhi Othembekileyo Uchaza Intlungu Yakhe”: (imiz. 10)
Yob 6:1-3, 9, 10, 26; 7:11, 16—Izinto abazithethayo abantu xa besentlungwini zisenokungabi yiyo kanye loo nto bayicingayo (w13 8/15 19 ¶7; w13 5/15 22 ¶13)
Yob 9:20-22—UYobhi ephazama wagqiba kwelokuba uThixo akayihoyanga into yokuba unokholo kuye okanye akanalo (w15 7/1 12 ¶2)
Yob 10:12—Kwanaxa wayevavanywa ngokuqatha, uYobhi waqhubeka ethetha kakuhle ngoYehova (w09 4/15 7 ¶18; w09 4/15 10 ¶13)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yob 6:14—UYobhi wakubalaselisa njani ukubaluleka kokuba nothando olunyanisekileyo? (w10 11/15 32 ¶20)
Yob 7:9, 10; 10:21—UYobhi wayekholelwa eluvukweni lwexesha elizayo, ngoko kwakutheni ukuze athethe amazwi akwezi vesi? (w06 3/15 14 ¶11)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Yob 9:1-21 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: wp16.2 16—Thetha ngelungiselelo lomnikelo. (imiz. 2 nangaphantsi)
Xa Ubuyela: wp16.2 16—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)
Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 2 ¶6-8 (imiz. 6 nangaphantsi)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 114
Yiba Nengqiqo Xa Uthuthuzela Abanye: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo eyayibukelwe kwiSikolo Sobulungiseleli SoBukumkani sakutshanje. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela abazalwana ababini abaye baba ngumzekelo ngayo wokukhuthaza, xa ubani ebechaza intlungu yokufelwa ngumntu amthandayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 11 ¶12-20 nempinda yesahluko (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 27 Nomthandazo