Matshi 28–Aprili 3
YOBHI 11–15
Ingoma 111 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYobhi Wayeqinisekile Ngovuko”: (imiz. 10)
Yob 14:1, 2—UYobhi wayichaza kakuhle imeko yobomi bethu banamhlanje (w15 3/1 3; w10 5/1 4 ¶2; w08 3/1 3 ¶3)
Yob 14:13-15a—UYobhi wayesazi ukuba uYehova wayengazi kumlibala (w15 8/1 5; w14 1/1 7 ¶4; w11 3/1 22 ¶2-4)
Yob 14:15b—UYehova uyabaxabisa abanquli bakhe abathembekileyo (w15 8/1 7 ¶3; w14 6/15 14 ¶12; w11 3/1 22 ¶3-6)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yob 12:12—Kutheni amaKristu akhulileyo enokuwanceda amaKristu asematsha? (g99 8/8 ibhokisi ekwiphe 11)
Yob 15:27—Wayethetha ukuthini uElifazi xa wayesithi ubuso bukaYobhi ‘babugutyungelwe ngokutyeba’? (it-1-E 802 ¶4)
Yintoni endiyifundayo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Yobhi 14: 1-22 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: fg isifundo 13 ¶1—Beka isiseko sokubuyela (imiz. 2 nangaphantsi)
Xa Ubuyela: fg isifundo 13¶2—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)
Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 13 ¶3-4 (imiz. 6 nangaphantsi)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 134
Iimfuno zebandla: (imiz. 5)
“UVuko—Olwenzeka Ngenxa Yentlawulelo”: (imiz. 10) Ingxubusho. Qukumbela ngokudlala ividiyo eye yaboniswa kwiNdibano yeNgingqi ka-2014 enomxholo othi “Qhubeka Ufuna Kuqala UBukumkani BukaThixo!”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 12 ¶1-12 (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 33 Nomthandazo