Matshi 14-20
YOBHI 1-5
Ingoma 89 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYobhi Wahlala Enyanisekile Xa Wayevavanywa”: (imiz. 10)
Yob 1:8-11—USathana wakuthandabuza ukunyaniseka kukaYobhi (w11 5/15 17 ¶6-8; w09 4/15 3 ¶3-4)
Yob 2:2-5—USathana wathandabuza ukunyaniseka kwabo bonke abantu (w09 4/15 4 ¶6)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yob 1:6; 2:1—Ngoobani ababevunyelwa ukuba beme phambi koYehova? (w06 3/15 13 ¶6)
Yob 4:7, 18, 19—UElifazi waqiqa njani phosakeleyo noYobhi? (w14 3/15 12 ¶3; w05 9/15 26 ¶4-5; w95 2/15 27 ¶5-6)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Yob 4:1-21 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: wp16.2 ngaphandle.—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 2 nangaphantsi)
Xa Ubuyela: wp16.2 ngaphandle.—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)
Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 2 ¶2-3 (imiz. 6 nangaphantsi)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 88
Melana Nengcinezelo Yoontanga!: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ekujw.org/xh ethi Melana Nengcinezelo Yoontanga! (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO.) Emva koko, buza le mibuzo ilandelayo: Ziziphi iingxaki abajamelana nazo abantwana esikolweni? Bangawusebenzisa njani umgaqo okwiEksodus 23:2? Ziziphi izinto ezine eziya kubanika amandla ukuze bangoyiki baze bahlale benyanisekile? Cela ulutsha lubalise amava alo amnandi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 11 ¶1-11 (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 149 Nomthandazo