Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 13-19

YEREMIYA 5-7

Matshi 13-19
  • Ingoma 66 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Bayeka Ukwenza Ukuthanda KukaThixo”: (imiz. 10)

    • Yer 6:13-15—UYeremiya wazibhenca izono zeentlanga (w88 4/1 11-12 ¶7-8)

    • Yer 7:1-7—UYehova wazama ukubanceda ukuba baguquke (w88 4/1 12 ¶9-10)

    • Yer 7:8-15—AmaSirayeli ayecinga ukuba uYehova wayengazukwenza nto (jr 21 ¶12)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 6:16—Yintoni uYehova awayebabongoza ukuba bayenze abantu bakhe? (w05 11/1 23 ¶11)

    • Yer 6:22, 23—Kutheni kwakunokuthiwa kuza abantu “bevela ezweni lasentla”? (w88 4/1 13 ¶15)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 5:26–6:5

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-36—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-36—Xubusha indawo ethi, “Khawucinge Ngoku.” Mmemele eSikhumbuzweni.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 1—Mmemele eSikhumbuzweni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU