Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YEREMIYA 5–7

Bayeka Ukwenza Ukuthanda KukaThixo

Bayeka Ukwenza Ukuthanda KukaThixo

7:1-4, 8-10, 15

  • Ngesibindi uYeremiya wazibhenca izono nokuhanahanisa kwamaSirayeli

  • AmaSirayeli ayeyijonga itempile njengekhubalo elaliza kuwakhusela

  • UYehova wabazisa ukuba imibingelelo yawo engcwele yayingayithetheleli ihambo yawo egwenxa

Khawucinge ngoku: Ndinokuqiniseka njani ukuba unqulo lwam luyavisisana nokuthanda kukaYehova ibe ayisosithethe nje?

UYeremiya esangweni lendlu kaYehova